Iculo #56
Ndinik’amehlo
...
NDINIK’ amehlo ndikhangele Phezulu ezulwini Ndibone khona abangcwele, Bevuya enkosini
Okuya babasemhlabeni Belila iinyembezi Babandezelwa zizilingo, Umlingi enKosini
Ndibone se bezoyisile Ndabuza kunganina?” “ Kungaye “ batsho, “obefile” Owayifela thina.
Babone inyathelo lakhe Libeka ebomini, Bahamba emkhondvweni waKhe. Baphumla ezulwini.
Ma kudunyiswe umKhokeli, Ngaloo mzekelo waKhe Kungasweleki umlandeli Wasemkhondweni waKhe. Amen.;