Iculo #55
Wena Nkosi Yesu
...
WENA Nkosi Yesu Ulelam ithemba; Nguwe ndinobomi banke Yesu Msindis’ wam.
Yes’ ongu Mkhululi, Ndakhululwa nguwe; Kumakhamandela ami Yesu Mkhululi wam.
Yesu yinqaba yam. Yokubalekela Ndakuxakwa zintshaba zam Yesu yinqaba yami
Yesu ulikhaya, Lokugodukela; Lakuphela ixesha lami Yesu ndoza kuwe. Amen;