Iculo #57

Sobheka Phina Thixo

...

SOBEKA phi na Thixo Singabeki kuWe Soncedvwa ngubanina Singancedwa nguwe Wadala thina bantu Wenza into zonke Umise nenkululo Sisindiswe sonke

Akukho ngxako kuWe Unamandla onkhe; Akukho nkohla kuWe; Unokwazi konke; Silondoloze, bawo, Ngalo mandla aKho; Sikhanyiselwe, bawo, Nkoko kwazi kwaKho

Siphathe ngezibele Kolu hambo lwethu; Sisize endleleni Ngokuswela kwethu Sixhase ekufeni Singahlehli kuWe, Amkele ezulwini Ngosimnikwe nguWe. Amen.;