Iculo #52
Masibulele ku-Yesu
...
MASIBULELE ku-Yesu, Ngokuba wasifela Wazenzela izibele Ngokusifela kwakhe Taru! Bawo, Taru! Bawo, Yiba nofefe kuthi
Thina ‘ bantwana bamfama; Oweza kuthi apha, Akwakheta ‘ bala lamuntu Wafel’ abazimfama Taru! Bawo, Yiba nofefe kuthi.
Abantsundu nabamhlophe Mababulele kuye; Mabavakalise bonke, Baculele i-Nkosi. Taru! Bawo, Yiba nofefe kuthi.;