Iculo #53

Ithemba lam ngu Yesu

...

ITHEMBA lam ngu Yesu Nguye oliliwa lami Inqaba yam ngu Yesu Egcine ubomi bami

Ndohlala ndithembela , Kulo Mhlauleli wami; Ndobambela kuye, Ofela ityala lami.

Ndithemb uthando lwakho, Olo owenza ngalo Ndithemb’ ncedo lwakho, Ngexesha endinalo

Lakuphel’ ixesha lam, Lokuhlal’ emhlabeni Andisayi koyika Ukuya ezulwini.

Ndandule ukuhamba Ndicande emafini, Ndinyuke no Msindisi Ndihlale ebomini;