Iculo #189

Kwa kusasa into zonke

...

KWA kusasa into zonke Zibulela Nkosi Kuwe Kuba unobomi bonke Nathi sigciniwe nguwe

He , ilanga liphumela Ukuhamba indlela yalo Nali liyasixelela Lithi uyi-Nkosi yalo

Nalemini ibivela Yaba nokukhanya kwayo Nanga ! ayashumayela Ithi : ungu- Menzi wayo

Namazulu ajikela Emi, enenkozo yawo Kwakungekho ezulwini, Athi: ungu- Mgcini wawo

Zonk’ izilo zikhangela Kuwe konk ukutya kwazo: Ngithi zitsho : ziyacela Kuwe ongu- mdali wazo.