Iculo #85

Udiniwe? Utyafile?

...

UDINIWE? Utyafile Unobubi na? “ Yiza kum” kuk’otshoyo, Uphumle

Unawo na amanxeba, Umkhokeli wam? Bon’ inyawo kwanezandla , Necala

Unaso na isithaba, Kwintloko Yakhe Ewe unas’ isithsaba Sameva.

Xa ndifikileyo kuye, Ndozuza ntoni Au! Usizi; Au! Ububi, Nentlungu

Xa ndizingisayo kuye Ndoba yinina? Wandoxhasa andiweze E – Jordan.

Xa ndithi makandamkele, Angandala na Heyi ! de kudlul’ izulu Nomhlaba

Ndakuba sendimfumene Wondichasa na? Onke amanqi athi: Nakanye. Amen;