Iculo #84

Elilanga Liyatshona

...

ELILANGA liyatsha, Ungagaqukanga moni No Yesu ngoku uyemka Usaman ukuthi uyeza

Bonke: Wala ntonina namhlanje Ukuba ngazinikeli Ubanjwe yintonina ngoku Ukuba ungaguquki.

Kumzuz umanumtembisa U – Yesu phakati kwakho Usuk’ ubuy ugwilike, Uthi yesu ndoza ngomso

Bonke: Moni iyaphel’ imihla Ubamkele esonweni Moni liyaphel,ixesha Uman ukuthi uyeza

Bonke: Kunene laphel’ ixesha Ulinangalala unje Ungumtu owotshana phila Uth’ uyakaza ngomso nje

Bonke: Nal’ ixesha elililo Ukufuna ngal’ u- Yesu; Nalilanga losindiso Musukuti ngeny’ imini. Bonke ;