Iculo #82
Mon’osindwayo
...
MON’ osindwayo , ngumthwalo Oxalis emphefumlweni; Yabizw’ unjalo ngu- yesu, Uyabizwa ngu-Msindisi
Wowuthalwa xa uphina? Ungawuthulwa kwangoku Nohlakana xa kuphina ? Ninguhlakana kwa ngoku
Lomthwal’ ukus ekufeni, Ekufeni kwaphakade Ukusa esihongweni Entlungwini yaphakade.
Yiza nawo ngoku moni U – Yesu angakuthula; Yiza kuselixa moni Lokub’ u- Yesu awuthule
Wothi wakufika kuye Umfumane ukonwaba Wathi wakub’ umamkele Wozuz’ ubom baphakade;