Iculo #81
Moni, moni yiza
...
MONI, moni ,yiza Usinga phina Umka ku Yesu nje, Wosinda ngani ? X’ umnikel' umva nje, Wotshona phina? X’ athe wakulahla Woba yintoni?
Bonke: Moni moni yiza Usinga phina? Moni moni yiza Ungasindiswa.
X’ umke ku-Msindisi, Uth’ uyaphina; Umshiya nj’ u-Yesu Umfeli wakho, Waka washiywana? Onje umhlobo; Oyakuba nawe X’ undulukayo
Bonke: Ixa lokufika Lokuba umke Loba yintonina Ithemba lakho? Wakufika lomhla Useyinqola Wabalekela phi? Nezono zakho. Amen;