Iculo #103
Yisabatha Namhla
...
YISABATHA namuhla Nkosi, Iyamini yakho; Bayavuy’ abantu bakho Ngalemini yakho
Wauphuma namhla Nkosi , Encwabeni lakho Wakufisa ukufa namhla Ngokuvuka kwakho
Uvikile wena ntloko Yabo bakholwayo Sakuvuka nathi ngoko Thina sikholwayo.
Maliviwe izwi lakho Ngabaninzi namhla; Mabavuswe ekufeni, Babe nawe namhla
Sibulela wena Yesu, Kuyo lendlu yakho; Sinezi-nto zonke thina Ngokuvuka kwakho. Amen;