Iculo #100
Oko kwanga kulumkile
...
OKO kwanga kulumkile Kunamandla Yesu, kum Konke sendikulahlile Ngokukhanya Kwakho kum Wena , Nkosi Waba bubulumko kum
Xa umthetho wandityela Konke ukugwetywa kwam Ndada andabona ‘ndlela Yokuhlaul’ ityala lam, Wena , Nkosi, Waba bulungisa bam.
Bendihleli ndingcolile, Kwabumnyama bodwa kum; Umphefumlo wawufile, Kungalunge nento kum; Waza wena Waba yingcwaliso kum;
Ukuxhala ndindakuva , Ndiyibon’ ingozi yam; Ubumnandi andabuva , Ngokuyik’ ukufa kwam, Waza wena Weba yinkululo yam.
Nkosi ndoxhayisa ngawe, Ndikuncame okukwam Andinanto ndigena We Wen’uzinto zonke kum, Nkosi yesu Wen uzinto zonke kum. Amen