Iculo #96
Una Makholwa Akho
...
UNAMAKHOLW’ akho Thixo, Ngemizuzu yonke Uwagcina wena thixo Elizweni lonke.
Xa ewela ezolwandle , Uba nawo wena; Akutshiswa ngemililo Uko nawo wena
Xa aphatwa kubi Thixo Akhuselwa nguwe Ezigebengeni Thixo Ahlangulwa nguwe.
Ayavulelwa nguwe Entshabeni zonke Athembela nguwe Thixo Nax ‘ andulukayo. Amen;