Iculo #91
Zulu Khaya’ Lami
...
ZULU khaya lami Uthandiwe ndimi Zulu khaya lami Ulindiwe ndimi Zulu khaya lami Unqwenelwa ndimi Unobowa wami Unenkosi yami
Zulu khaya lami Uthenjiwe ndimi Zulu khaya lami Unobomi bami Ndakubeka phantsi Obu budlulayo, Ndobamkela kuwe Obo buhlalayo
Unelifa lami Elo lingafiyo; Unelifa lami" Lona lihleliyo.
Zulu, khaya lami
Uvuyelwe ndimi,
Unobuhle bami" Unophumlo lwami. Amen.