Iculo #71
Ndinezwi
...
NDINEZWI le Nkosi Haleluya! Lithethwa yincwadi Haleluya Elozwi lilizwi loxolo Lokuthi khangela uphile.
Khoras Khangela uphile Khangela ku Yesu Lithethwa yincwadi Haleluya! Kuthiwa, khangela, uphile.
Kubizwa izizwe Haleluya! Izizwe zamazwe ngamazwe Kuxelwa inyweba Heleluya! Kuthiwa khangela , uphile
Kubizwa aboni Haleluya! Babuye bayeke isono Bozuza ubomi Haleluya Mabeze babone baphile
Yizani, madoda , Haleluya! Yizani bafazi, nentombi Yizani, bafana Haleluya! Yizani, niibone niphile. Amen;