Iculo #65

Lazala idinga

...

LAZALA idinga u-Yesu ngowam Lwangena uyolo Inkosi yeyam Ndifik’ ebomoni u-Thixo enam Usele ndizele u-Bawo unam

Chrus: Ndohlala ndibonga Ngentliziyo yam Ndivuma lengoma Yo msindisi wam.

Laphela ixhala entliziyweni yam, Ndohamba ngovuyo emoyeni kum, Zihlel’ ingelosi zafik’ apha kum Zazel’ ezindaba zosindiso lwam.

Ndathengwa ngenani ngu-Msindisi wam Wancuma ubomi ngomphefumlo wam Ndazuz’ ukuphila noxol’ apha kum Uthando lohlala luhleli lunam. Amen;