Iculo #63
Igama Lakho
...
IGAMA lakho Yesu Likhulu linodumo Lithandwa ngaphezulu Loyikwa na ngaphantsi Likhulu kumakholwa Libongwa ngamaculo
Igama lakho Yesu Lamkelwa ngongu moni Liqhaul’ izikhonxo Zo sathana nezono Okholiweyo lilo Limvusa ekufeni
Igama lakho Yesu Ndobonga lona lodwa Ngemini ndimka lngayo Ndoxela ekufeni Ngegama lika Yesu Ze ndiye ezulwini. Amen;