Iculo #60
Ndimthanda uMsindisi wam
...
NDIMTHANDA u-Msindisi wam, Nguyena ongu-Mlamli wami Wenzela min uxolo lwam, Phakathi kwam no-Thixo wam.
Ndimthanda u-Msindisi wam, Nguyena u-Mahlauleli wam, Ugqibe lonk’ ityala lam, Kwa nako ukugwetywa kwam,
Ndimthanda u-Msindisi wam, Nguyena 0ngu-Mhlanzi wam Undoyisel’ izono zam, Uhlambe intliziyp yam
Ndimthanda u-Msindisi wam, Nguyena okukhanya kwam; Olizwi lisibane sam, Likhanyisel’ indlela yami.
Ndimthanda u-Msindisi wam, Nguyena ongu-Msizi wam Utwala zonk’ intsizi zam Unceda eenkohleni yam.
Ndimthanda u-Msindisi wam, Nguyena ongu-Mhlobo wam; Unam nasebutsheni bam Nasekwalupaleni kwami
Ndimthanda u-Msindisi wam, Uhlal’ehleli yena nam; Bakumka abazana nam, Usekho abubomi bam. Amen;