Iculo #45

Waza wathi

...

WAZA wathi u-Mesiya Bawo baxolele Kuba bengayazi into Abayenza kum

Waza wathi ngokwenene Uyakuba name E-Pharadisen Engcwele Engcwele ka-bawo.

Waza wamemez’ u-Yesu U-Nina emile Thixo wami ,Thixo wami Undishiye ngani

Waz’ u-Yesu akubona Ngeyethob’ iyure Mfazi nank’ u-Nyana wakho Nyana nank’ u-Nyoko.

Waza wathi u-Mesiya Ndiyanxanwa apha Ngenxa yab’ obobunzima Bawo .ndincedise

Waza wathi kugqityiwe Kuhlaulwe konke Wathi equbude phantsi Wanikel u-Moya. Amen;