Iculo #35
Usizi nalu lumi lodwa
...
USIZI nalu lumi lodwa, Intlungu nazi zimi zodwa Nab’ ububele bumi bodwa Emnqamlezweni
I-Nkosi yehla ezulwini, Eyaba ngumuntu ebantwini; Yenzelwa tina. Bon’ idini Emnqamlezweni
Ukholo lwethu loma phina? Ithemba lethu loma phina? Uthando lwethu loma phina? Emnqamlezweni
Ingozi ingaphela yonke, Ityala liyahlawulwa lonke, Izono zoxolelwa zonke; Emnqamlezweni
Zibona ingelosi phansi, Ziqwalasele futhi ezantsi, Zibona isimanga, nasi! Emnqamlezweni. Amen ;