Iculo #33
Wemi U Yesu
...
WEM’ u-Yesu ebusweni Bo-Khayafa nezihlwele Akubuzwa ngu Pilati boni lutho.
Wathi kuye akavana Ezizito ezingaka Abazingqinayo ngawe Akenzanga nezw’ elinye.
Saphendula isihlwele Sathi eligazi lakhe Malibizwe phezu kwethu Akenzanga nezw’ elinye
U-Pilati wathi kuye Unguye na u-Kumkani; Wesi sizwe sama Yuda Akenzanga nezw’ elinye
Akumbetha wamnikela Okokub’ akruseshwe; Kwakululwa u-Bharaba Akenzanga nezw’ elinye
Wakhululw’ oyena moni Owazeka kubo bonke Kwafa obengenatyala Akenzanga nezw’ elinye. Amen;