Iculo #27
Le yimini
...
Le yimini yokuvuya Kuthi bakholwayo Kuba sezalelwe ngayo u-Msindisi wethu
Wazincama engu Thixo Wazithoba Kanye NWaze kuphuthum abantu Ekulahlekeni.
Uthe kuza kuka Yesu Wez’ esebuntwini, Kuze amfumane umntu Ekulahlekeni.
Phakamani nimemeze Zizwe ezimnyama; Seziphakamil’ ezinye Zizwe zenhlabathi.
Madoda bafazi nonke Nabantwana benu Vuyani gcobani noke U-Yesu ufikile.;