Iculo #24
Wambonisa u-Bilame
...
WAMBONISA u-Bilame, Lomboniso osimanga Wayibona lo nkwenkwezi. Wamtyilela ngale mvana.
Waba bonis’abalusi, Lomboniso osimanga; Wawuutyila lowombono Phakathi kwazo izilo
Sibonise nathi Nkosi, Ukuzalwa kwalo Mvana; Mayivele kuthi apha; Siyibone ngentliziyo.
Noko singa lamajacu, Sizokulinda, imvana; MMayizalwe siyibone, Zekudum ‘ igama layo
Asinakulala Nkosi Lingekafenzwa idinga; Lokwa mnkela u-Msindisi Olusindiso lwezizwe
Yihla phezu kwethu apha, Sifumane ukuyola Silindeli Nkos’ u-Yesu, Ngobubu suku bozuko . Ameni;