Iculo #194
Wang’u Thixo
...
WANG’ u- Thixo anganathi Asixhase asigcine Sibe semhlambini wakhe Sibonane kwelizayo
Sibonane sibonane Enyaweni zika Yesu Sibonane sibonane Sibonane kwelizayo
Wang’ u- Yesu anganathi Asifihle phantsi kwakhe Asinikele ku Yise Sibonane kwelizayo
Wang u-Thixo anganathi Sakuxakwa zinkathazo Sibe sengalweni zakhe Sibonane kwelizayo
Wang’ u – Thixo anganathi Isigcin’ inceba yakhe Siwoyis amandl okufa Sibonane kwelizayo
Salani ngoxolo nina Remante ese mhlabeni Shiyekani sibonane Kwelizayo, sibonane. Amen.