Iculo #19
Nina zizwe qubudani
...
NINA zizwe qubudani Phambi kwakhe u-Yehova., Nguye yedvwa ongu-Thixo. Uyadala abhubhise.
Wasidala yena yedwa Ngalo uthini lomhlaba, Wathi sesilahlekile Wasibuyisela kuye
Soza ngoko simbulele Koviwa nasezulwini Nelwini zonke zomhlaba Ziyakwenza indumiso
Umthetho wakho ubanzi, Nothando lwakho lunzulu; Yohlal’ inyaniso yakho. Kude kus’ ekupheleni.
Simbonga ngentsikelelo Nazo zonke izidalwa Nemikhosi yaphezulu Yise, Nyana nawe Moya. Amen.