Iculo #181

Sikuyo indlela yelizwe

...

SIKUYO indlela yelizwe lobomi Ikhaya labantu bahleli ngenyweba Nina ke nahlaka ku- Thixo ngohona Nithi ni ? noya na? noya na phezulu?, KHORAS No na, noya na, noya na, noya na? Nithi ni ? noya na? noya na phezulu?

usizi usizi alunakubakho Kwelozwe bangcwele abalihambayo Bahambi kanzima nigqitywa bububi, Nithi ni ? noya na? noya na phezulu? KHORAS: Noya na?

Kwelozwe akukho buhlwempu nakanye ; Zindyeba ngendyebo izinto zikhoyo Isifo asikho .Hai! asingebikho Nithi ni ? noya na? noya na phezulu? KHORAS : Noya NA

Hambani bakhonzi elozwe lelethu Songqina singqine inyameko zalo; Ewe ke sohamba ngapwzu kwentaba Sisele amanzi ovuyo phezulu. KHORAS: Nayo na?

Nakana ke. Moni asikulahlile Simil umzuzwana simele kwa wena ; Yiza ke ku – Thixo az’ akusingathe Akuse kwengoku ekasa phezulu? KHORAS: Nayo na?

Ndicinga ngokuthi usebunzimeni, Usithi ; Ngubani ongalisusayo Ityala likhanga lisentliziyweni? Ngu – Yesu kuphela thandaza ke uye Ndahamba, ndohamba , ndohamba , ndohamba Ewe ke ndohamba ndisiya phezulu .Amen