Iculo #178

Zulu khaya

...

ZULU khaya elimnandi Wabonwana ndimi Zulu khaya elimnandi, Wongenwana ndimi

kuba wena unobomi Obo baphakade; Kuba wena unelifa Elo lingafiyo

Zibonwa zonke inyweba , Ngalo abamsulwa Ithamsanqa labathengwa, Bo – Msindisi wethu

Aph’ i- Mvana ibusayo Ngokanyiso lwayp; Aph’ i-Mvana ilawulayo Ngobukhosi bayo.

Zulu khaya elimnandi Unxanyelwe ndimi Zulu khaya elimnandi Uyathandwa ndimi

ndinga nam ndingakungena Botwe elezulu Ndinga nam ndingangena Kukhaya lenyweba . Amen;