Iculo #171
Yofika Yona
...
YOFIKA yona imini Ekade ixelwa kuthi yesililo nenyembezi Kwizihlolo nabazali
Namuhla size emcwabeni Size kuncwab’ obethandwa Zizihlobo nabazali Umkile umkile yena
Inqwelo yokufa yona Ifile yenka naye Abangcwele bayavuya Amakholwa ayanqwena
umphefumlo uhambile Uye kwelabafileyo Kwelolizwe lika Thixo Elonganyelwe ngu Yesu.
Okholwayo uyavuya Ungen emaphakadeni Uyamkela isithsaba Kulo Nkosi yosindiso
Wena uze kulo mngcwabo Uyakufika na kona Baleka uye ku Thixo Unenceba wakwamkela . Amen;