Iculo #160

Nkosi bawo wethu

...

NKOSI Bawo wethu Size phambi kwakho Siza nabantwana bethu Ngoku phambi kwakho

Wathi wena Nkosi Masibavumele Abantwana beze kuwe; Ubasikelele

Ngelolizwi lakho Namuhla size apha Lizalis indinga lakho Kwezintsana zethu

Zakuphehlelelwa Ngamanzi abonwayo Zuziphehlelele wena Nango Moya wakho

Amagama azo Azamkele nguwe Abesencwadini yakho Ezulwini kuwe. Amen;