Iculo #152

Ndisondela Kuwe

...

NDISONDELA kuwe Thixo wami Nabo ngumqamlezo Ovusayo Ndisondela kuwe Thixo wami.

Noba ndobadula Limk’ ilanga Ubusuku buze , Ndiqwa ngetye Lon’ iphupha lothi Ndisondela kuwe Thixo wami

Ndovuka nengcinga Zokugcoba Zisusiw’ intsizi Yima Bethel Nenzingo zam ndoba Ndisondela kuwe Thixo wami

Banakala ndlela Yaphezulu Konk okuthunywayo Yiba umsizi nawe wasizwa Ingelosi zithi Ndisondela kuwe Thixo wami

Ngamaphik’ ovuyo Ndakunyuka Ndilishiy’ ilanga Ndiphaphe ngqo Nangoko ndisathi Ndisondela kuwe Thixo wami ;