Iculo #144
Bawo Onofefe
...
BAWO onfefe Naku sendilapha Phakathi kwabantu bakho Uz’ undikhumbule
MAxa uzityila Kweba bantu bakho Bona wena mfeli wam Uz’ undikhumbule
Ubegeza bami Nkosi enofefe Buyaziywa nguwe bonke Uz’ undikhumbule
Maxa ubabala Kulo - ncwadi yakho Nami Nkosi ndingowakho Uz’ undikhumbule
Ekuzeni kwakho iNgomhla wokugweba Maze nami ndivelelwe Uz’ undikhumbule. Amen;