Iculo #139
Yanga intliziyo yam
...
YANGA intliziyo yam Ingaphuma ezonweni Wanga umphefumlo wam Ungangen ‘ ebungcweleni. Yiva yiva Nkosi yam Yiva ukukhunga kwam.
Kwanga ukuhamba kwam Kungabheka ezulwini Zanga zonk’ izenzo zam Zingayama e-Nkosini. Nceda nceda Nkosi yam Nceda ukulinga kwam.
Kwanga ukuvuya kwam Ndingavuya futhi Ngawe Kwanga ukuzama kwam Ndingalandelana Nawe, Vuma, vama, Nkosi yam Ndiye ezulwini nam. Amen;