Iculo #133
Nkosi ndiyinkedama
...
NKOSI ndiyinkedama Mandicholwe nguwe; Ze nam ndibe no Bawo, Ondigcinileyo
Nkosi ndiyinkedama Ndenz umntwanako; Ze nam ndibe no Bawo Ongumthuthuzeli.
Nkosi ndiyinkedama Ndenz umntwana wakho; Ze nam ndibe no Bawo Ongumhlambi wami
Nkosi ndiyinkedama Mandicholwe nguwe; Ze nam ndibe no Bawo Ondifundisayo
Nkosi ndiyinkedama Mandicholwe nguwe Ze nam ndibe no Bawo Osise Yama sam.
Nkosi ndiyinkedama Mandicholwe nguwe Ze nam ndibe nekhaya Elingapheliyo.
Xana ndicholwe nguwe Ndoba ndinekhaya ; Ku- Thixo ezulwini, Ongumaphakade;