Iculo #128

Ndikhokhele ngobubele

...

NDIKHOKELE ngobubele O Thixo wam! Ngalondlela eyinene O Thixo wam! Ngendlela yenen’ enguwe, Ngayo ndiye ezulwini, Ndigeniswe ebomini O Thixo wam!

Ndisesithokothokweni O Thixo wam! Kumnyam’ akubonakali O Thixo wam! Ngaman ungayinkokheli Ngawe ndiye ezulwini Ndingeniswe ebominii, O Thixo wam!

Mandilive izwi lakho O Thixo wam! Ngalo ivulw’ intliziyo, O Thixo wam! Undihlambe kwezizono. Ndenziwe umntwana wakho, Ndizale lufefe lwakho O Thixo wam!;