Iculo #126

Ukulung’ endandinako

...

UKULUNG’ endandinako Nkosi ngokuvela kwam; Kwakufik ukhanyo lwakho Ndabona ukufa kwam Lwandalathisa kakuhle Konk’ ukanakala kwam

Wabulal umthetho wakho, Onke amathemba am; Ndindizingca ngawe ngoko, Athi kant akufa kwam; Okwandibangel’ ububi, Badal elivuso lam

Ndashiywa nakukonwaba, Ngenxa yelivuso lam; Sathi isono sema Sakhomba ku- Mqwebi wam Ema ndime phambi kwakhe Ngokukonakala kwam.

izoyiko zandiraula Zemkis ubuthongo bami Uvalo lwaba simanga , Lwalutha ku – Thixo wam Lusithi umele nina? Uzakwenzakala nje.

Endithe koko Nkosi yam Ndobon’ ukuncola kwam; Ekuthe koko Nkosi yam Ndasivum’ ukub sam; Ndakwaz ukub ukuphela . Ko- Msindis’ u- Thixo wam.;