Iculo #119

Bawo Ndakulahlwa Nguwe

...

BAWO ndakulahlwa nguwe Ndiyakusinga phi? Xa undinikela umva Ndiyakutshona phi?

koba bamfama ndinabo, Bazalwa kunte nam; Ukungaboni ndinako Koko kuvela kum

Ndatyaphaka ngokuvela , Amehl’ omphefumlo Ndalahlekwa kukubona , Kwase kuveleni

Bandifaka’ entolongweni Obubumfama bam; Eyandahlulayo nawe Wena Msindisi Wam.

ndivul’ emahl’ omphefumlo Ndize ndikubone Ndikhulule kule nkingi Ebangwe sisono.

Bawo ndililela kuwe , Ndichole THixo wam Ndizibika Nkosi kuwe, Mus’ uku Ndilahla . Amen;