Iculo #117

Ndisondela

...

NDISONDELA kuwe Thixo wami Nayipha int engaba Sendleleni Ndomana ukuthi Ndisondela kuwe Thixo wami

Linganditshonela Elilanga Ndizule entlongo Limnyama kum Lkanti noko kunje Ndisondela kuwe Thixo wami.

Ndikhangela kuwe Thixo wami. Kuntsiz’ endikuzo Ndivelele Lwakufik’ utshaba Ndisondela kuwe Thixo wami.

Xa ndilishiyayo Elilizwe Lakuphel’ ixa lam Kobubomi Xa undibizayo Ndosabela nditi- Thixo wami. Amen.;