Iculo #107

Namhla Nkosi

...

NAMHLA Nkosi ufikile Umhla we Sabatha Ngumhla owevuka ngawo Yesu Nkosi yethu

Ngumhla owawungcwalisa Kwemininz imhla Wathi mawubekwe wona Ngabo bonke’ abantu.

Usaphulwa lomhla wakho Kukudela wena Ungcoliswa lomhla wakho Kukungeva kwethu

Nceda sihlonele lomhla Kwanentsapha zethu Iz’ imihla yethu yande Ngawe nkosi yethu

Sesibonga wena Nkosi Ngalemini yakho Sivelele ngoku Nkosi Usithamsanqele. Amen